Author: admin

Search

Search

Categories

Categories

Most Popular

Social Share

Ingaba bukhona ubomi emva kokufa? – Is there life after death?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Ingaba bukhona ubomi emva kokufa? Ibhayibhile iyasixelela, “Into ezelwe ngumfazi imihla yayo mifitshani yaye izele zinkathazo. Uphuma njengentyantyambo, abune; Ubaleka njengethunzi, angemi, Ukuba uthe umfo wafa, wophila na” (yhobhi 141-2)? Njengomsebenzi, phantse sonke siyasokoliswa ngulombuzo. Kanye Kanye kwenzeka ntoni kuthi emva kokufa? Ingaba sivele sibekho?

Read More »

Yeyiphi inkolo yam eyiyo? – Which religion is the right one?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Indawo ezithengisa ukutya okuvuthiweyo iirestyu ziyasiloba ukuba si ode ukutya ngendlela esithanda ngayo. Ezinye iindawo ezithengisa ikofu ziqhayisa ngaphezu kwezinye ezingamakhulu ngokuba zona zithengisa iintlobo-ntlobo zekofu. Naxa sithenga izindlu nemoto, sijonga le inezinto ezithile esizinqwenelayo. Asisahlali kwilizwe leechocolate, i-vanilla, nestrawberry. Sikhetha iNkosi! Ungafumana na ntoni na oyifunayo ngokwemfuno zakho ozithandayo njengomntu.

Read More »

Yeyiphi indlela yoSindiso – What is the way of salvation?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Indlela yoSindiso lwamaRoma yindlela yokucacisa iindaba ezilungileyo zosindiso usebenzisa iivesi ezisuka kwiincwadi zamaRoma. Yindlela elula kodwa enamandla yokucacisa ukuba kutheni sifuna ukusindiswa, ingaba uThixo usinike njani usindiso, singalufumana njani yaye siyintoni isiphumo sosindiso.

Read More »

Uthini umthandazo woMoni? – What is the Sinner’s Prayer?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Umthandazo woMoni ngumthandazo umntu awuthandaza kuThixo xa beziqonda ukuba bangaboni yaye bafuna ukusindiswa. Ukukwenza umthandazo woMoni akunakufezekisa nto ngokwawo. Umthandazo woMoni usebenza kuphela xa umele lowo waziyo, oqondayo yaye ekholelwa ukuba izono zakhe zifuna usindiso.

Read More »

Ndibeke ukholo lwam kuYesu…ngoku kuzakuthini?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Wenze kakuhle! Wenze isigqibo esitshintsha ubomi! Mhlawumbi uyabuza, “Ngoku kuzakwenzeka ntoni? Ndingaluqala njani uhambo lwam noThixo?” Amanyathelo amahlanu akhankanyiweyo ngezantsi asuka ebhayibhileni azakukunika umkhomba ndlela omawuwulandele. Xa unemibuzo ngoluhambo lwakho, Nceda utyelele u- www.GotQuestions.org/Xhosa.

Read More »

Ingaba uThixo ukhona na? Ingaba bukhona na ubungqina bobukho bukaThixo? – Does God exist? Is the evidence for the existence of God?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Ubukho bukaThixo abunakungqinwa okanye bungangqinwa. Ithi iBhayibhile masamkele ngokholo ukuba uThixo ukhona: “Ke lungekho ukholo akunakubakho ukumkholisa kakuhle uThixo, kuba lowo uzayo kuye umelwe kukukholwa ukuba ukho , nokuba ungumvuzi wabo bamfunayo ” (KuMahebhere 11:6). Ukuba uThixo ebethanda, angaziveza azibonakalise kwihlabathi lonke ukuba ukhona . Kodwa ukuba ebenokwenza njalo, bekungayi kubakho mfuneko yokholo. “

Read More »

Ngubani uYesu Kristu? – Who is Jesus Christ?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Ayifani nombuzo “IIngaba uThixo ukhona na?” bambalwa abantu ababuza lombuzo wokuba ingaba uYesu Kristu ukhona na. Sele iyinto eyaziwayo eyokuba uYesu wayengumntu ngenene owayehamba emhlabeni wakwaSirayeli ngeminyaka yama- 2000 eyadlulayo. Ingxoxo iye iqale xa kufunwa ukuqondwa ngobuyena bukaYesu.

Read More »

UYesu nguThixo? Ingaba uYesu wakha wabanga ukuba unguThixo? – Is Jesus God? Did Jesus ever claim to be God?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: UYesu akazange abhalwe kwibhayibhile ethetha ngqo lamagama, “NdinguThixo.” Lonto ayithethi ukuba akazange achaze ukuba unguThixo. Jonga lomzekelo wamazwi kaYesu ku Yohane 10:30, “Mna nobawo sibanye.” Kufanele ukuba sijonge inyathelo lamaJuda kwintetho yakhe sazi ukuba wayebanga ukuba unguThixo. Bazama ukumxuluba ngamatye ngenxa yesisizathu. “… wena, mnyewu wendoda, ubanga ukuba unguThixo” (UYohane 10:33). AmaJuda ayeyazi kakuhle into uYesu wayeyibanga—ngokwaselukholweni.

Read More »

Zintoni iimpawu ezibalulekileyo ngo Thixo? Unjani uThixo? – What are some qualities about God? What is God like?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Indaba ezilungileyo, xa sizama ukuphendula lombuzo, kukuthi kungakuninzi okunokufumaneka ngoThixo! Abo baxilonga lengcaciso bangayifumana ibalulekile ukuba bayifundisisise; hamba ke uyekujonga kwizibhalo ukuze ufumane ingcaciso eyiyo. Ukufunda ujonge ezibhalweni kubalehele koa ulekile kubba ngaphandle kokulawulwa yibhayibhile, le ngqokelela yamagama ayinakuba ngcono kunoluvo lomntu; gokokwayo ke iyakuba ayilunganga ngokokuqonda kukaThixo (Yobhi 42:7).

Read More »

Ingaba ibhayibhile lilizwi likaThixo? – Is the Bible the Word of God?

yabhalwa ngu Michael Houdmann

Impendulo: Impendulo yethu kulombuzo ayizuchaza kuphela indlela esiyibona ngayo ibhayibhile nokubaluleka kwayo ebomini bethu, kodwa iyakubonisa nentsingiselo yayo kubomi bethu banaphakade. Ukuba ibhayibhile ngenene liliZwi likaThixo, ngoko ke kufuneka siyonwabele, siyifunde, siyithobele, yaye ekugqibeleni sithembele kuyo. Ukuba ke ibhayibhile lilizwi lika Thixo ngoko ke ukuyigxotha iyakuba kugxothwa uThixo ngokwakhe.

Read More »